100% satisfaction guarantee Immediately available after payment Both online and in PDF No strings attached
logo-home
character summary for sakuhlulwa ziindudumo R130,00   Add to cart

Summary

character summary for sakuhlulwa ziindudumo

 12 views  0 purchase

describes characters from SAL literature study

Preview 2 out of 5  pages

  • April 15, 2021
  • 5
  • 2019/2020
  • Summary
All documents for this subject (3)
avatar-seller
nodendaal
Sakahluwa Ziindudumo: Abalinganiswa

Nomhi Masangwana:
 Simdibana elunxwememi (lomlambo) ngenjongo yokukha amanzi.
 Ufuna ukuya kwanokholeji (ufuna ukuba ngutitshala ame phambi
kweklasi)
 Uthanda uNzima kodwa ,akafuni ukuzingxamela.
 Isisteketiso : UMhimhi
 Ufaka uNzima instimbi emqaleni
 Ukwenza isibhambathiso “ Sakohlulwa ziindudumo” noNzima

 Wenziwe umpathi wamantombazana eLovedale
 “yinkosikazi yakhe yelixa elizayo” (osisithandwa sikaNzima)
 Iqhawekazi yaseTinarha, entle kumacala onke,ngumlonjikazi
 Akaphazanyiswe mntu ukususela mhla wafika eLovedale
 Ufumana iwotshi yegolide ethuyelwe nguNzima

 Uthanda ukufunda iincwadi zesiXhosa
 Uxhasa amalungelo amakhosikazi
 Akavuma uthando kukaDuke (unomntu wake awayethandana naye
esengumntwana)
 Akazi ngezindaba zokubanjwa nokugwetywa kukaNzima, zammangalisa
(zamshiya eme nematha)
 Unenkani kakhulu

 Ukhathazekile kakhulu nguNzima
 Uvuma noDuke emva uMate umsongela
 Unomsesane wengeji kukaDuke
 Kuyabonakala uNomhi uthanda uDuke, unovuyo kakhulu naye
 Lixesha leeholide zeNtwasahlobo utyelela uVido
 Akazi ukuba uNzima waphuma entolongwenu (uyothuka kukumbona)
 Ucinga izinto azisafani, mabakhe barhoxise lo msthato de agqibe
ukufunda (iinyanga ezintathu)
 Ubelana ngesondo noNzima kube umsizela
 Ukhulelwe umntwana kaNzima (unzima)
 Uziva ekhuselekile, ukhululekile unethemba lekamva noDuke,
 Umsizela uNzima pgaphezu kokuba umthanda
 Ugqibela ikholeji uza kutshata noDuke aye kusebenza eKapa ukufumana
umsebenzi

 Uxelela uNzima utshatile uyinkosikazi yakwaMabaso kwileta
 Ufuna ukugoduka yedwa kuba ufuna ukucacisela uNzima ngento
eyenzekayo phakathi kwabo (isizathu sesokuba kaloku bathandana
beselula bobabini)
 Unika umntwana wakhe makabe nguCihoshe (sisiduko sikaNzima)
 Emva kokuphoxana noDuke, ufumana inombolo kaVido
 Uhlala kwanombolo 226 NY5 eGugulethu
 Xa uNzima ufika uNomhi uthatha usana aye phandle, uvakala isithonga
sokudubula kompu.

, Nzima :
 Simdibana xa “wathi gqi” uNzima emlanjeni
 Ufuna ukuba ngutitshala
 Uthanda uNomhi
 Ayikho imali yokumthumela esikolweni
 Unyanzeleka ukuba ahlale ekhaya afumane umsebenzi
 “ akafani namanye amakhwenkwe”
 Uqwenela unabazali njengabazali bakaNomhi
 Ukhathazekile kuba kufuneka indoda ibe nemfundo kule mihla
 Ucinga uthando lukaNzima noNomhi alusoze lukhuseleke xa
engafundanga
 Ukwenza isibhambathiso “ Sakohlulwa ziindudumo” noNomhi
 Ufumana umsebenzi (uza kubagcina abazali bakhe njengendoda /
uyintsika yekhaya, uza kukhuselaabazali abanamehlo aesle enkungu

 Uza kunyuselwa abe ngumphathi wabasebenzi
 Ufuna ukuthenga isuti nomvuzo wakhe
 Isiteketiso : Boet Zet
 Ufumana ileta uvela kuNomhi uziva enovuyo
 Umangalelwa ukuba waya e-ofisini yeManjala yomzi wamatyala
waqhekeza phaya, wathabatha imali engangama-R10 00, washiya isazisi.
 (Ungunomabhalana ozuza iR29 ngeveki, unenjongo yokutshata)
 Unikwa isigwebo sokuvalelwa entolongweni iminyaka emithathu
 (Uya kufake ipasile yakhe uNomhi, wahlekelwa isazisi sakhe, uVido
noNzima bacinga basishye eposini)

 Uzama ukuchazela uNomhi eleta ngusesetrongweni, wagwwtyelwa into
angayenzanga ngenxa yokungabikho kobungqina
 Uzama ukufaka isibheno kwesi sigwebo
 Ufuna ukuba omtshato wabo wenzeke ngoDisemba (uthumela umsesane)
 Uyakhululwa ngenxa yobungqina obuza noSongezile (ukhululekile!)
 Ukwanalo ke nelungelo lokwenza somdliwo kwicandelo lezobulungisa
ngokubanjwa kwakho uvalelwa ugwetywe ungenatyala
 Uneengxaki efana nelobola kwaye phakathi nentombi le (ayilungise le
ngxaki ngoDisemba)
 Utshuthisa abantu ekuhlaleni (usisigculelo, uthiywa amagama,
ukwabekwa amabala)
 Xa ubone uNomhi ufuna ukuba baye kowabo ukuncokola

 Ileta kaNomhi wambetha emazantsi, ephethe ibhokisana yezinto zabo
zothando ( iileta, iifoto)
 Ycinga ezi zinto makayitshabalalise ukhala kakhulu
 Unenstimbi yomqala entanyeni yakhe
 Ucinga ubomi buphelile kuye
 Ufika endlwini kaDuke noNomhi amkhulule uNomhi aye waziswa ukuba
nalu ke usana lwakhe
 Emtsibela uDuke, bayajijisana

The benefits of buying summaries with Stuvia:

Guaranteed quality through customer reviews

Guaranteed quality through customer reviews

Stuvia customers have reviewed more than 700,000 summaries. This how you know that you are buying the best documents.

Quick and easy check-out

Quick and easy check-out

You can quickly pay through EFT, credit card or Stuvia-credit for the summaries. There is no membership needed.

Focus on what matters

Focus on what matters

Your fellow students write the study notes themselves, which is why the documents are always reliable and up-to-date. This ensures you quickly get to the core!

Frequently asked questions

What do I get when I buy this document?

You get a PDF, available immediately after your purchase. The purchased document is accessible anytime, anywhere and indefinitely through your profile.

Satisfaction guarantee: how does it work?

Our satisfaction guarantee ensures that you always find a study document that suits you well. You fill out a form, and our customer service team takes care of the rest.

Who am I buying this summary from?

Stuvia is a marketplace, so you are not buying this document from us, but from seller nodendaal. Stuvia facilitates payment to the seller.

Will I be stuck with a subscription?

No, you only buy this summary for R130,00. You're not tied to anything after your purchase.

Can Stuvia be trusted?

4.6 stars on Google & Trustpilot (+1000 reviews)

77988 documents were sold in the last 30 days

Founded in 2010, the go-to place to buy summaries for 14 years now

Start selling
R130,00
  • (0)
  Buy now